Uvukelo Lokugqibela

Kwisizukulwana sanamhlanje samaKristu okwenyani umntu ngamnye unonxibelelwano nomntu:UYESU KRISTU. Yiyo lonto bengabalandeli bakaYesu…yilonto benkonye kwaye bexhasa igama lomntu hayi elenkonzo!
Amaxesha amaninzi njengomKristu ndikholelwe ndathemba umyalezo nenkonzo kunomntu, ndisasaza umyalezo nenkolo endaweni yenyaniso echaza iMfundiso zikaYesu.
IBhayibhile ithi uYesu uyakuzishukumisa zonke iinkolo kude kwahluke IINGELOSI, nabalandeli bakhe kwiMIMOYA ENGENDAWO nabalandeli beMatrix.
“Liyakufika ixesha apho uYesu ayakuhlangana nabalandeli bakhe bonke abaphuma kwiintlanga zonke, neenkolo zonke, ezalisekisa isithembiso sakhe sokubazisa kwiBANDLA LAKHE(Yeremiya 23v3).
Ingaba ndilulungele uvukelo lokugqibela lwasemoyeni oluchazwa zizizprofeto zeBhayibhile? Oluvukelo alunanto yakwenza nenkolo okanye umphandle, kodwa nengaphakathi lesimilo nendlela ophila ngayo. Oluvukelo alufuni kutshintshwa kwenkolo, kodwa utshintsho lwesimilo, nokubuyela kwimithetho kaThixo eseBhayibhileni.
Yilonto qha eyakubonisa ukuba ndiyawuthobela umthetho oNgcwele ngengqondo yam yonke, kwaye ndikulindele ngentliziyo yam yonke ukubuya kwesibini kukaYesu Kristu.
Ngabo bathe balwamkela uvukelo lokugqibela abayakufumana ubumi bobuzwe kulodolophu inkulu kaYesu Kristu!

Login

Lost your password?

Enable Notifications OK No thanks