Yintoni iMatrix isebenza njani?

Ihlabathi (ilizwe)aliyiyo kwaye alisebenzi ngalendlela wena ulibona ngayo.
Elihlabathi lingunomgogwana(into engeyiyo) lakhiwe ngabakhi balo bomoya ongendawo.
Bazenzela iidolophu zikazwelonke baze bahlale kweziphezulu iindawo abazikhethele zona, bequlunqa imithetho yabo ekhethwe ngabo.
Zonke iindlela zokusebenza ezisetyenziswayo zakhiwe zasekelwa kuburhulumente behlabathi. Isimo sorhwebo, ezezimali, ezempilo, unxibelelwano, ezombangazwe, kunye nezenkolo zonke zisekwe nwaye zilawulwa ngabantu abasemfihlakalweni.
Baqulunqa imithetho bayinyanzelise, boyikise, bandlandlathekise bavalele abantu. Bona babe bekhululekile kulomithetho bayibekayo
Konke ukoyika kwam, zonke ingqondo/umzimba/umnotho nezepolitiko zitshintshwe luqhakamshelwano lwengqondo.
Yonke into eboniswe kum ayiyiyo. UYesu oko wasebenze kwaye ehlala ngaphandle kwalonto futhi eyilwela.
Waya kubantu bakhe ebaphilisa ngokomzimba, okomoya kwaye nangamava ekuguleni. UYesu kwasoloko eveza indlela yokuphuma kumhlaba weMatrix kwaye nam uyandinika namhlanje.

Login

Lost your password?

Enable Notifications OK No thanks