Ukubuya kukayesu

INgelosi yam indixelela ukuba kwamsinya uThixo uNyana uzakubuyela emhlabeni ukuzogqibezela ukubuyisela uluntu kwimo yobuntu. Iyakuba yimini yenkululeko nolonwabo ukuphuma kwintsholngwane yeMatrix. IBhayibhile yonke yalathisa ingelosi yam ukuba inkosana yeMatrix injenge “ngonyama egqumayo” uyagquma kuba uyayazi unexesha elifutshane. Uyayazi ukuba ukubuya kukaYesu kutshabalalisa obokumkani bakhe bungabonakaliyo, buqweqwedisayo bukhohlakeleyo. Intshukumo yokugqibela azayukuyenza ku”KOPA” ukubuya kukaYesu okwesibini. UYesu wayichaza lento kubafundi bakhe ababebuza ngomhla wokubuya KWAKHE wathi kubo”Ningavumeli ubani anilahlekise ngoba abaninzi baya kusebenzisa igama lam besithi”Nanku uYesu okanye nankwa pha ningakholelwa…kuba njengoba umbane uphuma empumalanga use entshonalanga kuyaba njalo ukubuya koNyana woMntu (Mateyu24v27).
IBhayibhile iyaqhubeka nombono wokubuya kukaYesuithi” Ngokuba iNkosi ngokwayo iykuhla emazulwini inendanduluko , inelizwi lesiphatha zithunywa inexilongo likaThixo, baze abafele kuKristu bavuke kuqala, sandule thina babudlayo ubomi sixhwilelwe emafinisiyikhawulele iNkosi esibhakabhakeni(1Tesalonika4v16-17)
UYesu ekugqibeleni uyakundithatha andise ekhaya apho kungekho nyembezi, mfazwenasijwili siyakuviwa, apho kungasobe kuphalale gazi, izilillo kumaxhoba abuleweyo, yindawo apho ndiyakufumana uthando, uxolo inkululeko, obunye, kungekho ukukhathazeka noku xhalaba kudlule, ingunaphakade ongenasiphelo.

Login

Lost your password?

Enable Notifications OK No thanks