Imbambano Yokugqibela

Abantu aba babedalwe ngokufanayo nangemfuzo kaThixo. Ngoko ke kwasekudalweni kwabo banomnombo kaThixo.
*Njengokuba iBhayibhile isitsho ukuba emva kwendalo abantu baziguzula bakude kuThixo, baqalisa ukubonakalisa ukufana notshaba lukaThixo.
*Oyena mfanekiso nomfunziselo ongcwele kaThixo nguYesu!
*Kuyinyaniso uYesu wandifela mna….Wandihlawulela izono nempazamo zam.
*Kwangelo xesha andinakuwulibala umngeni kaThixo wesibini, ukubuyisela ukufana NAYE nomfanekiso wakhe kwindalo yakhe.
*Lenkcukacha(ebizwa”ukungcwaliswa” ngokwezibhalo ezingcwele) ibutshintshile ubomi bam, iminqweno yam,nemvakalelo zam zangaphakathi ezinzulu.
*Ukulangazelela iinkoloezalula engadingi ukuzabalaza okanye ukuphephaukulahlekisa nobudenge beMatrix, oko kungumahluko omkhulu kwidabi nomngeni kaYesu ofuna sibonakalise ukufana naye ngesimilo nokufuza yena.
Ingaba ndiyafuna uYesu aliphumelele eli dabi?
*Ukuba kunjalokufuneka ndibe Christian style!!

Login

Lost your password?

Enable Notifications OK No thanks