Yiba Njengo yesu,Yibo no Christian style!

Njengakwixesha likaYesu, ukuphuncukana nokugcina ubungcwele obunxulumene namalungu “abantu abanyuliweyo” yayiyintlungu nomngeni kumaJuda, njengokuba kunjalo namhlanje ukushiya nokunikezela umbono nokwazi “ngenkonzo elungileyo” ize loo ndawo ithathwe sisimilo nemithetho ethe tye engajikiyo engumzekelo kaYesu.
*Olu lutshintsho lwangaphakathi lwentliziyo oluyakundivumela ndibuxhamle ndibazi ubuKristu.
*Ngowona mahluko mkhulu ethe iNkosana yeMatrix yadibana nawo ngethuba evukela uMdali.
Wayenenkangeleko efana noThixo , kodwa wakukhanyela konke oko.
Mna kwelinye icala ndizalwe ngexesha leMatrix ndinenkangeleko eyonakeleyo nethyefekileyo, kufuneka ndibuye ndikhangeleke (njengesidalwa esithanda uMdali waso) loo nkangeleko yonkwenyani abazali bam babenayo kwiSitiya sase Eden kwiParadesi.
*Lifikile kum ixesha lokuba ndizilungise ndihlale ndilindile.
*Uqhagamshelwano kum lufikile lokuba ndihlale ndilindile.
*Uqhagamshelwano noThixo alunakuze lubekwe emabunzini abantu abathanda iMatrix.
*Alunakuze lubekwe ekabunzi abantu abaxokayo nabalahlekisayo.
*Isimilo sabantu abathe bafumana itywina likaThixo ophilayo kufuneka sifane neso sikaYESU!

Login

Lost your password?

Enable Notifications OK No thanks